non white wedding dresses

My Love
Ndikuthanda( Nyan'Nyan).
Ndiyabonga( Skeem Sam).
Ngokuba nam, my love siyi ( 100% Youth).
Kodwa ndizothumela ( My Perfect Family) to ur ( Perfect Family).
Bese kuhlalwa phantsi kuqhume( Mahadi Lobola) inkomo zingcwale ( Isbaya).
Kuhlangane umndeni kube ( Family Bonds), ( Thuli no Thulani).
Bekumnandi sikhula sisonke e ( Rhythm City).
My Love
Ubenami ( Zbondiwe) kushuba ama ( Scandal) evuka ngaphanangapha.
Apha ndizokwenzela ( White Wedding).
Ndiyathemba uyayithanda le ( White Dress), ( Mina Nawe) Sthandwa Sam.
Sohlukaniswa kukufa, Nina bolova ndithi ( Tjovitjo utlatala Nana).
Soze sibe ( Rented Family), coz I have a perfect house for us
I want us to plan ( Emperor) ukuze..
Abantwana bethu babe be( Generation The Legacy). Ukuze ( Uzalo) lwethu kungabi non( Muvhango). non white wedding dresses
So sthandwa ndiyakuthanda ndifuna ukuphila impilo emnandii for ( My Wife & Kids) ?